Xa umfazi ongumSamariya wafumanisa ukuba ujongene nomprofeti, wafuna ukwazi ngemicimbi yokomoya: unqulo, wazishiya iimfuno zakhe zangasemva.